1 Kwabasekorinte 14:24 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa ukuba niyashumayela nonke, kuze kufike umntu nje ozihambelayo okanye umntu ongelokholwa, loo mntu uya kuziva echukumiseka ngenxa yelizwi alivayo. Onke amazwi awevayo aya kumgweba,

1 Kwabasekorinte 14

1 Kwabasekorinte 14:16-34