1 Kwabasekorinte 14:23 Ibhayibhile (XHO96)

Xa lihlangene ke ibandla, waza ulowo nalowo wasuka wathetha iilwimi, kwaza kwathi kusenjalo kwafika abanye abangayiqondiyo le nto okanye abangengomakholwa, abayi kuthi niphambene?

1 Kwabasekorinte 14

1 Kwabasekorinte 14:18-28