1 Kwabasekorinte 14:22 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke isiphiwo sokuthetha iilwimi sikholo ukuba sibe ngumqondiso kwabangakholwayo, ingekuko kwabakholwayo. Ke sona isiphiwo sokushumayela singumqondiso kwabakholwayo, ingekuko kwabangakholwayo.

1 Kwabasekorinte 14

1 Kwabasekorinte 14:21-29