Kaloku *eziBhalweni kuthiwa:“ ‘Ndiya kuthetha kwaba bantu ngabantu abantetho yimbi,’ itsho iNkosi.‘Ndiya kuthetha ngeelwimi zasemzini,kunjalo nje abayi kundiva.’ ”