1 Kwabasekorinte 14:16 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuba udumisa uThixo usemoyeni, ke yena umntu nje okunye nawe, angatsho njani ukuthi: “*Amen,” kuloo mbulelo wakho? Akanandlela yakuthatha nxaxheba, kuba kaloku akeva.

1 Kwabasekorinte 14

1 Kwabasekorinte 14:9-23