1 Kwabasekorinte 13:8 Ibhayibhile (XHO96)

Uthando alupheli. Zikho zona iintshumayelo ezinefuthe, kodwa ziyatshitsha. Zikho neziphiwo zokuthetha iilwimi, kodwa nazo ziyabhanga. Kukwakho nokwazi, kodwa kuyadlula nako.

1 Kwabasekorinte 13

1 Kwabasekorinte 13:1-13