1 Kwabasekorinte 13:4 Ibhayibhile (XHO96)

Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando alunamona, alugwagwisi, lungakhukhumali.

1 Kwabasekorinte 13

1 Kwabasekorinte 13:1-10