1 Kwabasekorinte 13:2 Ibhayibhile (XHO96)

Ndingade ndibe naso nesiphiwo sokushumayela ngefuthe, ndinalo lonke ulwazi, ndizazi nezinto ezingàziwa mntu, ndinalo nokholo olugungqisa iintaba, kodwa ndingenalo uthando, andinto konke!

1 Kwabasekorinte 13

1 Kwabasekorinte 13:1-9