1 Kwabasekorinte 12:16 Ibhayibhile (XHO96)

Nokuba indlebe ibingasuka ithi: “Ngenxa yokuba mna ndingelilo iliso, ngoko ke andingowawo umzimba,” loo nto ibingayi kuyenza ingabi lilo ilungu lomzimba indlebe.

1 Kwabasekorinte 12

1 Kwabasekorinte 12:14-20