1 Kwabasekorinte 12:13 Ibhayibhile (XHO96)

Ngokunjalo nathi sonke, nokuba singamaJuda okanye amaGrike, nokuba singamakhoboka okanye singabakhululekileyo, sabhaptizelwa mzimbeni mnye, nguMoya omnye; futhi sasezwa kwaloo Moya mnye.

1 Kwabasekorinte 12

1 Kwabasekorinte 12:11-14