1 Kwabasekorinte 11:6 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuba akathwali nto, makasuke agugule intloko kube kanye. Njengoko kulihlazo ukuba umntu obhinqileyo achetywe okanye abe nenkqayi, umfazi ke makathwale.

1 Kwabasekorinte 11

1 Kwabasekorinte 11:4-16