1 Kwabasekorinte 11:25 Ibhayibhile (XHO96)

Kwangokunjalo yayithatha nayo indebe emva kokuba kutyiwe, yathi: “Le ndebe ingumnqophiso omtsha osungulwa ngokuphalala kwegazi lam. Ngamaxesha onke niyisela mayinikhumbuze ngam.”

1 Kwabasekorinte 11

1 Kwabasekorinte 11:20-31