1 Kwabasekorinte 11:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Hambani ekhondweni lam, njengoko mna ndihamba ekhondweni likaKrestu.

2. Ndiyanincoma ngokusoloko nindikhumbula, nizigcina nezithethe endininike zona.

3. Kambe ke ndifuna nicacelwe kukuba njengoko uKrestu ongamele indoda nganye, yindoda eyongamele umkayo, nanjengoko uKrestu onganyelwe nguThixo.

1 Kwabasekorinte 11