1 Kwabasekorinte 11:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Hambani ekhondweni lam, njengoko mna ndihamba ekhondweni likaKrestu.

2. Ndiyanincoma ngokusoloko nindikhumbula, nizigcina nezithethe endininike zona.

1 Kwabasekorinte 11