1 Kwabasekorinte 10:13 Ibhayibhile (XHO96)

Nasiphi na isilingo esikuhlelayo siyinto eqhelekileyo emntwini. Yena ke uThixo, ngokuba ethembekile, akayi kukuyekela ulingwe ngokungaphezu kwamandla akho. Hayi, wosuka akuvulele ikroba lokuphuncula, ukuze ube nako ukunyamezela.

1 Kwabasekorinte 10

1 Kwabasekorinte 10:6-17