1 Kwabasekorinte 1:29-31 Ibhayibhile (XHO96)

29. Xa kunjalo ke akukho namnye unokuqhayisa.

30. Kaloku uThixo unimanye noKrestu Yesu osityhilela bonke ubulumko bukaThixo. Ngaye uThixo usenza amalungisa, asenze imilowo yakwakhe, asinike inkululeko.

31. Ngoko ke, njengoko iziBhalo zitshoyo: “Oqhayisayo makaqhayise ngeNkosi.”

1 Kwabasekorinte 1