1 Kwabasekorinte 1:25 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku into kaThixo ebubudenge, inobulumko kuneyabantu; nento kaThixo engathi ayinamandla, yomelele kuneyabantu.

1 Kwabasekorinte 1

1 Kwabasekorinte 1:24-27