1 Kwabasekorinte 1:2 Ibhayibhile (XHO96)

Ndibhalela ibandla likaThixo eliseKorinte, abakhethwe ngokumanywa noKrestu Yesu, bebizelwe ukuba yimilowo yakwaThixo ndawonye nabo bonke abalinqulayo ezindaweni zonke igama leNkosi yethu uYesu Krestu, oyiNkosi yabo kwaneyethu.

1 Kwabasekorinte 1

1 Kwabasekorinte 1:1-7