1 Kutimoti 6:17 Ibhayibhile (XHO96)

Bayale abantu abanobutyebi beli hlabathi bangaziphakamisi baqamele ngento engaqinisekanga njengemali, koko mabathembele kuThixo, kuba yena unezinwe, unako ukusenza sixhamle zonke izinto sonwabile.

1 Kutimoti 6

1 Kutimoti 6:16-21