1 Kutimoti 6:15 Ibhayibhile (XHO96)

Le mbonakalo uThixo uya kuyizalisekisa ngexesha lakhe elifanelekileyo – ewe, uThixo ingangamsha yengangalala elawula konke, iKumkani yeekumkani, iNkosi yamakhosi!

1 Kutimoti 6

1 Kutimoti 6:5-21