1 Kutimoti 4:8 Ibhayibhile (XHO96)

Ewe, umthàmbo owenzelwa ukolula amalungu omzimba unendawo yawo. Kodwa ke uphelele apho. Kanti kona ukukhonza uThixo kunenzuzo egqithileyo, kuba akuthembisi bomi balapha kuphela, kuthembisa nobelizayo.

1 Kutimoti 4

1 Kutimoti 4:2-13