1 Kutimoti 4:14 Ibhayibhile (XHO96)

Uze ungadlali ngesipho sikaThixo osifumene ngenxa yamazwi awodwa âvela kuThixo xa wawubekwa izandla ngamadoda amakhulu ebandla.

1 Kutimoti 4

1 Kutimoti 4:5-16