1 Kutimoti 3:7 Ibhayibhile (XHO96)

Makabe ngumntu ohlonitshwayo ngabangakholwayo, ukuze angabi sesichengeni sehlazo, eyele kwimigibe kaSathana.

1 Kutimoti 3

1 Kutimoti 3:1-15