1 Kutimoti 1:17 Ibhayibhile (XHO96)

Kuye uKumkani ongunaphakade, yena ongagugiyo, ongabonwayo, uThixo yedwa – kuye makubekho isidima nobungangamela kude kube ngunaphakade kanaphakade! *Amen.

1 Kutimoti 1

1 Kutimoti 1:15-18