1 Kayohane 5:6 Ibhayibhile (XHO96)

Ebomini bukaYesu kwaqaqamba amanzi negazi. Kambe ke asingomanzi odwa, koko ngamanzi negazi. UMoya ngokwakhe uyayingqina le nyaniso; kaloku uMoya ngumthombo wenyaniso.

1 Kayohane 5

1 Kayohane 5:1-10