1 Kayohane 5:20-21 Ibhayibhile (XHO96)

20. Siyazi ukuba uNyana kaThixo ufikile wasinika ukuqonda, ukuze simazi uThixo onguye ngenene. Thina simanywe nalowo unguThixo ngenene, kuba kaloku simanywe noNyana wakhe uYesu Krestu. Yena ke unguThixo ngenene; nguye obona bomi bungenasiphelo.

21. Bantwana bam, zilumkeleni *izithixo!

1 Kayohane 5