1 Kayohane 5:10 Ibhayibhile (XHO96)

Okholwayo kuNyana kaThixo nentliziyo yakhe iyangqina; kambe ke yena ongakholwayo kuThixo, umenza ixoki ngokungabamkeli ubungqina obuvela kuThixo ngoNyana wakhe.

1 Kayohane 5

1 Kayohane 5:1-18