1 Kayohane 4:20 Ibhayibhile (XHO96)

Umntu othi uyamthanda uThixo kodwa abe emthiyile uwabo, ulixoki. Kaloku ukuba akamthandi uwabo lo ambonayo, akanako ukumthanda uThixo angamboniyo.

1 Kayohane 4

1 Kayohane 4:12-21