1 Kayohane 4:10 Ibhayibhile (XHO96)

Lunje ke olu thando: Ayisithi esamthandayo uThixo, koko nguye owasithandayo, wasinika uNyana wakhe, ukuze acamagushele izono zethu.

1 Kayohane 4

1 Kayohane 4:1-16