1 Kayohane 3:9 Ibhayibhile (XHO96)

Lowo ke ungumntwana kaThixo akoni rhoqo. Kaloku uzelwe nguThixo yena. Umntwana kaThixo kaloku akanakuhlalela ukona.

1 Kayohane 3

1 Kayohane 3:1-16