1 Kayohane 3:2 Ibhayibhile (XHO96)

Bahlobo bam, singabantwana bakaThixo ngoku, kodwa ke into esiya kuba yiyo ayikacaci. Siyazi kambe ukuba akufika uKrestu siya kufana naye, kuba soba simbona njengoko anjalo.

1 Kayohane 3

1 Kayohane 3:1-6