1 Kayohane 2:17 Ibhayibhile (XHO96)

Ihlabathi nazo zonke izinto ezinqwenelwa ngabantu zezomzuzwana, ziyadlula, kodwa yena owenza ukuthanda kukaThixo uya kuhlala ehleli.

1 Kayohane 2

1 Kayohane 2:12-19