1 Kayohane 2:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ndinibhalela nje, bantwana bam, ndifuna niyeke ukona. Kambe ke xa kukho umntu othe wona ukhona ummeli wethu kuBawo, nditsho uYesu Krestu olilungisa.

1 Kayohane 2

1 Kayohane 2:1-6