1 Kayohane 1:3 Ibhayibhile (XHO96)

Nani ke sinixelela ngesimbonileyo, sathetha naye, khon' ukuze nani nibuxhamle nathi ubudlelane esinabo kunye noYise noNyana wakhe uYesu Krestu.

1 Kayohane 1

1 Kayohane 1:1-10