1 Kasamweli 9:24 Ibhayibhile (XHO96)

Waza ke umpheki weza nomlenze nokuhamba nawo, wawubeka phambi koSawule. Uthe ke uSamweli: “Nantso ke inyama obuyibekelwe. Yitye. Bendiyigcinele wena, ukuze uyitye kwesi sidlo kunye nabo bamenyiweyo.”USawule ke waba lundwendwe lukaSamweli ngaloo mini.

1 Kasamweli 9

1 Kasamweli 9:14-27