1 Kasamweli 9:12 Ibhayibhile (XHO96)

Zathi ezo ntombi: “Ewe, ikhona. Yandulela nina. Khawulezani. Isandul' ukufika namhlanje apha edolophini. Ize kulaa msebenzi wokwenza idini phaya endulini.

1 Kasamweli 9

1 Kasamweli 9:4-17