1 Kasamweli 8:5 Ibhayibhile (XHO96)

afika athi kuye: “Sewaluphele wena ngoku, yaye noonyana bakho abakufuzanga mpela. Ngoko ke sityumbele ukumkani, khon' ukuze nathi sifane nezinye izizwe, sibe nokumkani osilawulayo.”

1 Kasamweli 8

1 Kasamweli 8:4-13