1 Kasamweli 8:3 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe ke bona babengamfuzanga uyise; bona babesemva kwenzuzo ngobuqhetseba, bengamathanda-kunyotywa, belamla ngesheyi.

1 Kasamweli 8

1 Kasamweli 8:1-6