1 Kasamweli 8:12 Ibhayibhile (XHO96)

Abanye boba ngabaphathi-mabutho, abanye babe ngabaphathi-maqela, abanye balime amasimi akhe, bavune nokuvuna, kubekho nabo baxhonkxa izikhali zokulwa kunye nezixhobo zeenqwelo zakhe.

1 Kasamweli 8

1 Kasamweli 8:6-20