1 Kasamweli 7:17 Ibhayibhile (XHO96)

Ukusuka apho wayegoduka aye eRama, apho wayefika alamle nakhona. Apho eRama kulapho wakha iqonga lokwenzela uNdikhoyo amadini.

1 Kasamweli 7

1 Kasamweli 7:7-17