1 Kasamweli 7:13 Ibhayibhile (XHO96)

Kwaba njalo ke ukoyiswa kwamaFilistiya, ayeka ukuhlasela ummandla kaSirayeli. Ngalo lonke ixesha esaphila uSamweli isandla sikaNdikhoyo sasiwachasile amaFilistiya.

1 Kasamweli 7

1 Kasamweli 7:5-17