1 Kasamweli 7:10 Ibhayibhile (XHO96)

Kanye xa uSamweli wayesenza elo dini, asondela amaFilistiya, elungiselela ukuhlasela amaSirayeli. Kuthe kanye ngoko kwavakala ukuzongoma kukaNdikhoyo, kusiza ngakumaFilistiya, atsho adideka, awabaleka amaSirayeli.

1 Kasamweli 7

1 Kasamweli 7:6-12