1 Kasamweli 5:8 Ibhayibhile (XHO96)

Kwabizwa intlanganiso yeenkosi zamaFilistiya, kwabuzwa kuzo kwathiwa: “Nithi mayithiweni na le tyesi yoThixo wamaSirayeli?”Zaphendula zathi: “Mayisiwe eGati ityesi yoThixo wamaSirayeli.” Yasiwa apho ke.

1 Kasamweli 5

1 Kasamweli 5:2-10