1 Kasamweli 5:6 Ibhayibhile (XHO96)

UNdikhoyo wabaphatha gadalala abantu baseAshdode neziphaluka zayo. Wabathobela izibetho, wabathuthumbisa ngamathumba.

1 Kasamweli 5

1 Kasamweli 5:1-7