1 Kasamweli 5:4 Ibhayibhile (XHO96)

Kwakhona ngentsasa elandelayo bafike tyhini kwakhona nanko uDagoni equngquluze ngaphambi kwetyesi kaNdikhoyo! Ngoku wayeqhawuke intloko nezandla, zingasemgubasini wendlu leyo, yena uDagoni esele esisibhukubhuku nje. (

1 Kasamweli 5

1 Kasamweli 5:1-12