1 Kasamweli 5:12 Ibhayibhile (XHO96)

Abantu abangafanga babethuthunjiswa ngamathumba, senyuka isikhalo sesixeko, sada savakala nasezulwini.

1 Kasamweli 5

1 Kasamweli 5:8-12