1 Kasamweli 4:18 Ibhayibhile (XHO96)

Uthe akuva kukhankanywa netyesi yomnqophiso uEli, waphequka kweso sihlalo sakhe ngasesangweni, wophuka ilungu lentamo, wafa. Kaloku wayeselaluphele, ekwanesiqu. Wayeyinkokheli kwaSirayeli iminyaka engamashumi amane.

1 Kasamweli 4

1 Kasamweli 4:8-21