1 Kasamweli 4:12 Ibhayibhile (XHO96)

Kwabakho mfo uthile wakwaBhenjamin owaxhina ukusuka edabini, waya kugaleleka eShilo kwangaloo mini. Izambatho zakhe zazikrazukile, intloko izele luthuli.

1 Kasamweli 4

1 Kasamweli 4:4-15