1 Kasamweli 4:10 Ibhayibhile (XHO96)

Alwa ke amaFilistiya, awaswantsulisa amaSirayeli, aya kutshona ngezindlu zawo. Kwajub' ugodo kwelo dabi, kwawa amashumi amathathu amawaka amajoni akwaSirayeli.

1 Kasamweli 4

1 Kasamweli 4:6-13