1 Kasamweli 4:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ilizwi likaSamweli lafikelela kumaSirayeli onke.Aphuma amaSirayeli, ahlangabezana namaFilistiya ukuya kulwa nawo. AmaSirayeli amisa e-Ebhenezere; wona amaFilistiya amisa eAfeki.

1 Kasamweli 4

1 Kasamweli 4:1-8